From Wikipedia, the free encyclopedia
Ilizwekazi yindawo enkulu yomhlaba edibeneyo apha emhlabeni. kuyavunyelwana okokuba asixhenxe amazwekazi: yi-Africa, yi-Antarctica, yi-Asia, yiYurophu, yiNorth America, yi-Australasia okanye i-Oceania,[1] kunye neSouth America.[2][3]
Ilizwekazi yindawo enkulu yomhlaba apha emhlabeni eqokoleleneyo yaba yinto enye. ngokwesithethe kwavunyelwana okokuba asixhenxe amazwekazi: yi-Africa, yi-Antarctica, yi-Asia, yiYurohu, Ngumntla Melika, yi-Australasia okanye yi-Oceania,[4] and South America.[2][5]
Babakho abathi iAustralia yenye yamazwekazi asixhenxe.[6] abanye bathi iAustralia yinxalenye ye-Oceania. i-Oceania yingingqi ebandakanya ii-Australia, iNew Zealand kunye nePacific Islands.[7] Eyesithathu indlela indlela ligama elithi Australasia, lona liquka onke amazwe ubuncinane kwilizwekazi eAustralian. Oku kuquka isiqithi sase saseNew Guinea, eTasmania, eNew Zealand kunye neqela leziqithana. Lingakwicala langasemntla-mpuma weWallace Line, linomahluko omkhulu kunobo baseAsia.
Umntla Melika kunye nomZantsi Melika ngamazwekazi asoloko echazwa ngelithi ngama "NgamaAmerika". Oku kunika ithuba lokubandakanya imelika esembindini kunye neziqithi zeCaribbean. Ngaphaya koko iMelika ekumbindi Melika ibalwa nje ngelinye ilizwekazi laseMntla Melika.
Seamless Wikipedia browsing. On steroids.
Every time you click a link to Wikipedia, Wiktionary or Wikiquote in your browser's search results, it will show the modern Wikiwand interface.
Wikiwand extension is a five stars, simple, with minimum permission required to keep your browsing private, safe and transparent.