Ii-electrons
From Wikipedia, the free encyclopedia
Ielectron yintwana nje yento ntwana encinane ye-matter ne-energy. uphawu lwayo yi-e−.
I-electron iphuma kw-i-subatomic particle. Kukholelwa okokuba yielementary particle kuba ayinakuhlahleleka okanye ayinakucukucezeka ibe yiyo nantonina encinane ngaphezu kokuba ingako. [1] |Itshajwa ngophawu olu-negative ngokozibuthe,[2] kwaye intshukumo yazo phantse ibesisantya sokuqhwanyaza kombane.[3]
Ii-Electrons zithabatha inxaxheba kwi-gravitational, i-electromagnetic nakwiweak interactions.[4] I-electricity enika amandla ee-radios, ee-moto, nezinye izinto ezininzi zenziwe ngee-electrons ezininzi nezihamba ngeengcingo okanye ngezinye iizinto ahamba ngazo amandla ombane zinto ezo kuthiwa zii-conductors.