Ukuthetha
From Wikipedia, the free encyclopedia
Ukuthetha kuxa ulwazi luhanjiswa ngolo hlobo luhanjiswa ngalo lusuka kulowo uluthethayo lusiya kulowo kubhekiswa kuye. Zininzi ke intlobo ezahlukeneyo ezinokusetyenziswa ukuhambisa ulwazi.
- Izinto ezibonakayo ekusetyenziswa zona xa kuthethwa (ukusetyenziswa kolwimi lwamalungu omzimba okanye ukusebenzisa izangotshe zamalungu omzimba xa kuthetha)
- Ukuthetha ngezandi (njengolwimi lomntu, kodwa ke isenokuba kukukhonkotha kwenja)
- Ukwenza intetho ngokuphatha nje qha.
- Usebenzisa ivumba
- usebenzisa ukubhala
Ukuthetha kungayintetho elungileyo ethethwayo (igama) okanye ibeyintetho engathethwayo (uncumo). Zininzi iindlela zokuthetha, kwaye kwenzeka ngalo lonke ixesha. Akubantu kuphela abathethayo, ezinye izilwanyana ezininzi ziyathetha nazo. Okunye ukuthetha kuyazenzekela nje kungakhange kucingwe, nje ngaxa umntu entshintsha indlela ame ngayo.
Enye indlela yokuthetha izama ukutshintsha indlela acinga ngayo umntu. Eyona meko yakha yanzula kulo mkhwa kukulukuhla abantu.