From Wikipedia, the free encyclopedia
i-conductor sisixhobo sokuhamba umbane, ubushushu okanye isandi caukuze ezi zinto ziye kuphumela kwenye indawo.
Inkoliso yee-metals, ezifana ne-iron kunye ne-copper, zii-conductor zombane. Ezi metals zisetyenziswa ukwenza iingcingo ezithwala eukuhamba okanye ukuletsheza kombane. I-Plasma yeyona yakhe yabalasela ekuthwaleni umbane kwaye isetyenziswa ukufezekisa iinjongo ezininzi kodwa zona ii-metals zisetyenziswa ngaphezu kwezinye.
Ezinye izixhobo zii-semiconductors. Oku kuthatha okokuba umbane ungahamba ngazo kodwa kungakho amagingxigingxi.
Ezinye izixhobo zii-resistors. oku kuthatha okokuba ezi zenza kubenzima kakhulu ukuba umbane ungahamba ngazo.
Ezinye izixhobo zii-insulators. Oku kuthatha okokuba zikumisa kume ngxi ukuhamba kombane. Iingcingo zogqunywe ngee-insulators ezinjenge-plastic ukuze umbane ungakwazi ukuhamba ushiye ucingo.
Ezinye izixhobo zithi xa kubanda kakhulu zibe zii-superconductors. Aziniki nkxaso ekubambeni umbane ukuba ungahambi.
Seamless Wikipedia browsing. On steroids.
Every time you click a link to Wikipedia, Wiktionary or Wikiquote in your browser's search results, it will show the modern Wikiwand interface.
Wikiwand extension is a five stars, simple, with minimum permission required to keep your browsing private, safe and transparent.