From Wikipedia, the free encyclopedia
Imoto ngumatshini wokuhambisa abantu nezinto nezinto
Imoto akusinto iphilayo. Ihashe lingamlayisha limhambise umntu kwanezinye izinto, kodwa aliyomoto.
Ezinye iinqwelo mafutha zihamba emhlabeni. Uninzi lwazo lunamavili.Imizekelo ziibhayisekile, iimoto, iimoto ezinamavili amathathu, kunye noololiwe.
ezinye iinqwelo mafutha zihamba emanzini. Imizekelo, zizikhephe, iinqanawa, kunye neesubmarines.
Iinqwelo mafutha ezihamba esibhakabhakeni zibizwa ngokuba ziinqwelo moya. Imizekelo, zaiinqwelo ntaka akunye neebhaluni.
Iinqwelo ntaka zisenokufumana i-propulsion power kumaziko ngamaziko.
Seamless Wikipedia browsing. On steroids.
Every time you click a link to Wikipedia, Wiktionary or Wikiquote in your browser's search results, it will show the modern Wikiwand interface.
Wikiwand extension is a five stars, simple, with minimum permission required to keep your browsing private, safe and transparent.