IinkomoFrom Wikipedia, the free encyclopedia Iinkomo zibaluleke kakhulu kwisiko lakwaNtu. Kulotyolwa ngazo, kuxhelwa zona xa kukho imicimbi emzini.
Iinkomo zibaluleke kakhulu kwisiko lakwaNtu. Kulotyolwa ngazo, kuxhelwa zona xa kukho imicimbi emzini.